Jeremiah 36:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute ngomnyaka wesine ka‐Yoyakime unyana ka‐Josiya ukumkani wo‐Juda, leza elilizwi ku‐Jeremiya livela kuyehova, lisiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, ngomnyaka wesine kaYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, lafika eli lizwi kuYeremiya, livela kuYehova, lisithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka wesine wobukumkani bukaYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwafika ilizwi likaYehova kuYeremiya, lisithi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngonyaka wesine uJoyakim unyana kaYosiya engukumkani wakwaJuda lavakala ilizwi *likaNdikhoyo kuJeremiya