Jeremiah 36:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Mikaya, unyana ka‐Gemariya, unyana ka‐Shafane, akuba evile onke amazwi kayehova kuloncwadi,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waweva uMikaya unyana kaGemariya, unyana kaShafan, onke amazwi kaYehova encwadini,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waweva uMika, unyana kaGemariya, unyana kaShafan, onke amazwi kaYehova encwadini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wasuka uMikaya, ozalwa nguGemariya unyana kaShafan, akuba ewavile amazwi *kaNdikhoyo asencwadini,