Jeremiah 36:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, nxa zibe zivile onke amazwi awo, zajikelana ngokunkwantya; zada zati ku‐Baruke: Siya kuwaxela ngokwenyaniso onke lamazwi kukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, bakuweva onke loo mazwi, bankwantya, elowo ebheka kowabo; bathi kuBharuki, Simelwe kukumxelela ukumkani onke la mazwi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, bakuweva onke loo mazwi, boyika bobabini, bathi kuBharuki, Lo mazwi siya kumxelela ukumkani onke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba loo madoda ewavile onke loo mazwi, othuka, aza abhekisa kuBharuki athi: “Ngenene, la mazwi makaxelwe kukumkani.”