Jeremiah 36:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Baruke esiti kuzo: Ngomlomo wake wanditetela onke lamazwi, ndaza ndawaba̔la encwadini ngeyinke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uBharuki kubo, Wawathetha kum onke la mazwi aphuma emlonyeni wakhe, ndawabhala encwadini le ngeinki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabaphendula uBharuki, wathi, Loo mazwi wawathetha kum onke loo mazwi ngomlomo wakhe, ndawabhala encwadini ngeinki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kubo uBharuki: “Ewe, aphuma emlonyeni kaJeremiya onke la mazwi, ndaza ke mna ndawabhala encwadini ngeinki.”