Jeremiah 36:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Buya uzitabatele umqulu omnye, uwaba̔le kuwo onke amazwi apambili abesemqulwini wokuqala, lowo u‐Yoyakime ukumkani wo‐Juda wawutshisayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Buya, uthabathe enye incwadi esongwayo, ubhale kuyo onke amazwi okuqala, abesencwadini esongwayo yokuqala, awayitshisayo uYehoyakim ukumkani wakwaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thabatha enye incwadi, ubhale kuyo onke amazwi okuqala, abesencwadini yokuqala awayitshisayo uYehoyakim ukumkani wakwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Thatha enye incwadi, ubhale kuyo onke loo mazwi awayekulaa ncwadi yokuqala itshiswe nguJoyakim ukumkani wakwaJuda.