Jeremiah 36:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kwohlwaya yena, nenzalo yake, nezicaka zake, ngenxa yokukohlakala kwabo; ndandiya kuzisa pezu kwabo, napezu kwabemi base‐Yerusaleme, napezu kwamadoda akwa‐Juda, lonke ilishwa endilitetileyo ngakubo, koko bengapulapulanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kumvelela yena, nembewu yakhe, nabakhonzi bakhe, ngobugwenxa babo; ndibuzisele bona, nabemi baseYerusalem, namadoda akwaYuda, bonke ububi endabuthethayo kubo; ke abaphulaphula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye ndiya kumvelela yena nezicaka zakhe nezicaka zakhe ngenxa yobugwenxa babo; yaye ndiza kubazisela bona nabemi baseYerusalem namadoda angendawo akwaYuda konke endikuthethileyo ngabo; ke abeva.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiza kumohlwaya, yena nenzala yakhe, namaphakathi akhe, ngenxa yobugwenxa ababenzileyo. Bona kunye nabemi baseJerusalem nabakwaJuda abandiphulaphulanga; ngoko ke ndiza kubahlisela intlekele ekukade ndibasongela ngayo.” ’ ”