Jeremiah 37:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nangona nibe nibetile yonke impi yama‐Kaledine alwayo nani, ada asala kuwo amadoda azinxweleṙa kupela, ebeya kuvuka noko, amanye ngamanye ezintenteni zawo, atshise isixeko esi ngomlilo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inene, nibe ningafanelana niyixabele impi yonke yamaKaledi alwayo nani, kwasala kuyo amadoda aziingxwelera; abeya kuvuka elowo ententeni yakhe, awutshise lo mzi ngomlilo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, ukuba nibe niyixabele yonke impi yamaKaledi alwayo nani, kwasala kubo abangxwelerhiweyo, kodwa bebeya kuma elowo ententeni yakhe, bawutshise lo mzi ngomlilo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndithi nokuba beningade niwubhuqe wonke umkhosi wamaKaledi onihlaselayo, kusale nje iingxwelerha ezintenteni, zona kanye beziya kuvuka zisitshabalalise ngomlilo esi sixeko.’ ”