Jeremiah 37:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wandula wapuma u‐Jeremiya e‐Yerusaleme ukuya elizweni lakwa‐Benjamine, ukuba amkele isahlulelwa sake sakona pakati kwabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
waphuma uYeremiya eYerusalem, esiya ezweni lakwaBhenjamin, ukuba athabathe khona isahlulelo sakhe phakathi kwabantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wemka uYeremiya eYerusalem, esiya ezweni lakwaBhenjamin, ukuba azinyulele phakathi kwabantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uJeremiya wanduluka kweso sixeko, esinga kummandla wakwaBhenjamin, esiya kuthatha isabelo sakhe kubantu balapho.