Jeremiah 37:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Jeremiya: Uyaxoka, andipongomeli kuwo ama‐Kaledine; kodwa akapulapula kuye; kwa njalo u‐Yirija wambamba u‐Jeremiya, wamzisa kwinkosana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYeremiya, Uyaxoka; andiphambeli kumaKaledi. Ke akamphulaphula; uIriya wambamba uYeremiya, wamsa kubathetheli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYeremiya, Bubuxoki; andizinikezele kumaKaledi. Akazange amphulaphule, ngoko uIriya wamthabatha uYeremiya wamsa kwiinkosana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJeremiya uthe: “Hayi, uyaxoka! Andibhaceli kumaKaledi.” UIriya akazange afune nokuva oku, usuke wambamba, wamsa kwiziphathamandla.