Jeremiah 37:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Jeremiya wati kuye ukumkani u‐Zedekiya: Ndonile nganto nina ngakuwe, nangakuzo izicaka zako, nangakubo ababantu, ukuba nindifakile entolongweni?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYeremiya kukumkani uZedekiya, Ndone ngantoni na kuwe, nakubakhonzi bakho, nakwaba bantu, ukuba nindifake entolongweni nje?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaphezu koko, uYeremiya wathi kuKumkani uZedekiya: “Ndone ngantoni na kuwe okanye kubakhonzi bakho okanye kolu hlanga, ukuba nindifake entolongweni nje?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uqokele wathi uJeremiya, ebhekisa kukumkani uZedekiya: “Ndone ngantoni na kuwe, okanye kumaphakathi nakubantu bakho, sendibona ndifakwe entolongweni nje?