Jeremiah 37:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ukumkani u‐Zedekiya watuma u‐Yukali unyana ka‐Shelemiya, no‐Tsefaniya unyana ka‐Mahaseya umperisite, ukuya ku‐Jeremiya umprofite, ukuti: Zusitandazele ke kuyehova, utixo wetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukumkani uZedekiya wathuma ooYehukali unyana kaShelemiya, noZefaniya unyana kaMahaseya, umbingeleli, kuYeremiya umprofeti, esithi, Khawusithandazele kuYehova uThixo wethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani uZedekiya wathuma ooYehukali unyana kaShelemiya, noZefaniya, unyana kaMahaseya, umbingeleli, kuYeremiya umprofeti, esithi, Masithandaze kuYehova uThixo wethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena uZedekiya wathumela uYukali unyana kaShelemiya, ekunye nombingeleli uZefaniya unyana kaMaseya, ukuba baye kumshumayeli uJeremiya, bafike bathi: “Khawusithandazele kuNdikhoyo uThixo wethu.”