Jeremiah 37:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utsho uyehova ukuti: Ningazikohlisi, nisiti: ama‐Kaledine ogqibela ukumka kuti; ngokuba engayi kumka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Utsho uYehova ukuthi, Musani ukuzikhohlisa ngokwenu, nisithi, Aya kumka kanye kuthi amaKaledi; ngokuba akayi kumka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova, Musani ukuzikhohlisa, nithi, AmaKaledi aya kusishiya ngonaphakade, ngokuba akayi kumka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Utsho ke uNdikhoyo ukuthi: ‘Nize ningazikhohlisi nibe amaKaledi aza kuniyeka. Unakanye ukuba aniyeke!