Jeremiah 38:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Shefatiya unyana ka‐Matane, no‐Gedaliya unyana ka‐Pashure, no‐Yukali unyana ka‐Shelemiya, no‐Pashure unyana ka‐Malekiya, beva amazwi abetetiwe ngu‐Jeremiya kubo bonke abantu, esiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uShefatiya unyana kaMatan, noGedaliya unyana kaPashure, noYukali unyana kaShelemiya, noPashure unyana kaMalekiya, baweva amazwi abewathetha uYeremiya kubantu bonke, esithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku uShefatiya unyana kaMatan, noGedaliya, unyana kaPashkure, noYukali unyana kaShelemiya, noPashure unyana kaMalekiya, baweva amazwi abewathetha uYeremiya ebantwini bonke, esithi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJeremiya waviwa nguShefatiya unyana kaMatan, noGedaliya unyana kaPashure, noYukali unyana kaShelemiya, bekunye noPashure kaMalkiya, xa wayebhekisa kubantu jikelele esithi: