Jeremiah 38:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Jeremiya wati ku‐Zedekiya: Nxa ndikuxelelayo, akuyi kuqinisa ukundifisa na? nanxa ndikunika icebo, akuyi kupulapula kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYeremiya kuZedekiya, Ukuba ndithe ndakuxelela, akuyi kundibulala undibulale na? Nokuba ndithe ndakucebisa, akuyi kundiphulaphula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYeremiya kuZedekiya, Ukuba ndithe ndakuxelela, akuyi kundibulala na? nokuba ndikucebise anindiva na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJeremiya yena uthe kuZedekiya: “Ukuba ndikuxelele akuyi kundibulala kodwa? Ukanti nokuba ndingakucebisa, soze undiphulaphule.”