Jeremiah 38:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko u‐Jeremiya wati: Akayi ku ku nikela; live ke ilizwi likayehova ngoko endikuteta kuwe, ukuba kulunge kuwe, nokuba umpefumlo wako upile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYeremiya, Akayi kukunikela. Khawuliphulaphule izwi likaYehova, ngokoko ndilithethileyo kuwe; kolunga kuwe, uphile umphefumlo wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYeremiya, Akayi kukusindisa. Liphulaphuleni ilizwi likaYehova endinixelela lona; uya kuphila kakuhle, uphile umphefumlo wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uJeremiya: “Akayi kukunikezela. Thobela uNdikhoyo wena ngokwenza le nto ndikuxelela yona, xa ufuna ukulungelwa, usindise nobomi bakho.