Jeremiah 38:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Zedekiya wati ku‐Jeremiya: Makungaziwa mntu lamazwi, uze ungafi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UZedekiya wathi kuYeremiya, La mazwi makangaziwa mntu, ukuze ungafi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uZedekiya kuYeremiya, La mazwi makangaziwa mntu, ukuze ungafi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uthe ukumkani uZedekiya kuJeremiya: “Uze ungayithethi mntwini le ncoko yethu, ukuba akufuni kufa.