Jeremiah 38:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
uya kwandula uti kuzo: Ndabeka isitaṙuziso sam ebusweni bokumkani, sokuba makangandibuyiseli endlwini ka‐Jonatane, ndifele kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wothi kubo, Ndiwise utarhuziso lwam phambi kokumkani, ukuba angandibuyiseli endlwini kaYonatan, ndifele khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uthi kubo, Ndisicelile isicelo sam kukumkani, ukuze angandivumeli ndibuyele endlwini kaYonatan, ndifele khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uze uthi: ‘Bendiye kucenga ukumkani ukuba angandibuyiseli kulaa ndlu kaJonatan, kuba ndoyika ukufela khona.’ ”