Jeremiah 38:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti ukumkani u‐Zedekiya: Nantsiya isesandleni senu; ngokuba engenguye ukumkani ongayenzayo into ngakuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani uZedekiya, Yabonani, usezandleni zenu;ngokuba ukumkani engenakuthini engenani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani uZedekiya, Yabonani, usezandleni zenu, ngokuba akangokumkani onako ukwenza nantoni na kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Usezandleni zenu; mna kumkani andinakuphikisana nani,” waphendula ngelitshoyo ukumkani uZedekiya.