Jeremiah 39:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza watuma u‐Nebuzaradane inkosi yomlisela, no‐Nebushazabane inkosi yabatenwa, no‐Neregale‐sharetsere inkosi yezilumko, nazo zonke inkosana zokumkani we‐Babilone;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke bathuma ooNebhuzaradan umthetheli wabasiki, noNebhushazebhan umthetheli wamathenwa, noNergale-sharetsere umthetheli wezazi, nabathetheli bonke bokumkani waseBhabheli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathuma uNebhuzaradan umthetheli wabasiki, benoNebhusabhanon, noRabhesarisi, noNergali-saretsere, umRabhege, nabathetheli bonke bokumkani waseBhabheli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke umphathi-balindi uNebhuzaradan ekunye noNebhushazibhan umphathi oyintloko, nengqwayi-ngqwayi yomkhosi uNerigale-sharezere, bekunye nezinye iindwalutho zokumkani waseBhabheli,