Jeremiah 39:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndiya kukusindisa ngenyaniso, waungayi kuwa ngesiṙele; kodwa ubomi bako boba lixoba kuwe, ngokokuba utembele kum, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba, inene, ndiya kukusiza, ungawi likrele; uya kuba lixhoba kuwe umphefumlo wakho, ngokuba ukholose ngam; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngokuqinisekileyo ndiya kukusindisa, yaye akuyi kuwa likrele, kodwa umphefumlo wakho uya kuba lixhoba lakho, ngenxa yokuba ukholose ngam,’ utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inene, ndiza kukuhlangula, ungawi likrele, businde ubomi bakho, kuba ubuthembele ngam wena. Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.’ ”