Jeremiah 39:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ukumkani we‐Babilone wababulala onyana baka‐Zedekiya e‐Ribela pambi kwamehlo ake; nayo yonke imiduna yakwa‐Juda wayibulala ukumkani we‐Babilone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukumkani waseBhabheli wababulala oonyana bakaZedekiya eRibhela emehlweni akhe; nabanumzana bonke bakwaYuda wababulala ukumkani waseBhabheli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wandula ukumkani waseBhabhiloni wababulala oonyana bakaZedekiya uRibhela phambi kwamehlo akhe; zabulala zonke izidwangube zakwaYuda ukumkani waseBhabheli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani waseBhabheli wababulala apho eRibhela oonyana bakaZedekiya ejongile, ngokunjalo wazibulala neendwalutho zonke zakwaJuda.