Jeremiah 4:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
umoya ozeleyo pezu kwonjalo wondizela: kaloku kanjalo ndiya kuteta imigwebo yam ngakubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
umoya onamandla ngaphezu kwezo nto uzela mna; ngoku nam ndiya kuthetha nabo imigwebo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwanomoya onamandla uvela kwezo ndawo, uya kundifikela; nangoku ndiya kubagweba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
koko uya kuba ngumoya onamandla kunoko. Kuba ndim kaloku oza kubagweba abantu bam.”