Jeremiah 4:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengabalindi bentsimi, boba ngakuyo ngento engqongayo; ngokuba ivukele ngakum, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Njengabalindi bamasimi bayichasa ngeenxa zonke; ngokuba ibineenkani kum, utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bachasene nayo yonke into, njengabalusi; ngokuba wakreqa kum, utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lungqinge iJerusalem okwabalindi belinde amasimi.’ Ewe, kuthetheni oku, kuba kaloku iJerusalem indivukele.