Jeremiah 4:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba esitsho uyehova ukuti: Ilizwe lonke loba yingcitakalo; kodwa andiyi kukwenza ukugqitywa noko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba utsho uYehova ukuthi, Kuya kuba senkangala kulo lonke ilizwe; kodwa ndingaligqibeli kuphele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba utsho uYehova ukuthi: “Ilizwe lonke liya kuba yinkangala ephanzileyo; kodwa andiyi kukuphelisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku utsho *uNdikhoyo ukuthi: “Kuya kuba senkangala kumhlaba wonke, kodwa ke ndingawubhangisi kuphele.