Jeremiah 4:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenxa yoku binqani ngentlakantlaka, yenzani isijwili, nilile; ngokuba ingqumbo eshushu kayehova ingabuyi kuti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko bhinqani ezirhwexayo, nimbambazele, nibhomboloze; ngokuba ukuvutha komsindo kaYehova akubuyanga kuthi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bhinqani ngamarhonya, nilile nisenza isijwili, ngenxa yokuba umsindo kaYehova awujikanga kuthi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke zila, wambathe amarhonya, ugixe, ulile, kuba ingqumbo *kaNdikhoyo ayishenxanga kuthi.