Jeremiah 40:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuloko u‐Johanane unyana ka‐Kareha, nazo zonke inkosi zezimpi ezibe zisezindle, beza ku‐Gedaliya e‐Mitsipa,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uYohanan unyana kaKareha, nabathetheli bonke bezimpi ababesemaphandleni, beza kuGedaliya eMizpa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaphezu koko, uYohanan unyana kaKareya nabo bonke abaphathi-mkhosi ababekwelo lizwe beza kuGedaliya eMizpa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwafika uYohanan unyana kaKareya kuGedaliya eMizpa, ehamba nabanye abaphathi bamabutho awayesemaphandleni,