Jeremiah 40:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo u‐Jeremiya weza ku‐Gedaliya unyana ka‐Ahikame e‐Mitsipa, wahlala naye pakati kwabantu ababesele elizweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYeremiya waya kuGedaliya unyana ka-Ahikam eMizpa, wahlala naye phakathi kwabantu ababesele elizweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYeremiya waya kuGedaliya unyana ka-Ahikam eMizpa; waya wahlala naye phakathi kwabantu ababesele elizweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wesuka apho uJeremiya, waya kuGedaliya unyana ka-Ahikam owayeseMizpa, wafika wahlala naye phakathi kwabantu ababesele kwelo lizwe.