Jeremiah 41:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Johanane unyana ka‐Kareha, nazo zonke inkosi zezimpi ezibe zinaye, bakuva bonke ububi abebenzile u‐Shimayeli unyana ka‐Netaniya,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weva uYohanan unyana kaKareha, nabathetheli bonke bezimpi ezibe zinaye, bonke ububi awabenzayo uIshmayeli unyana kaNetaniya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weva uYohanan unyana kaKareha, nabathetheli bonke bentendelezo, ababenaye, bonke ububi abenzileyo uIshmayeli unyana kaNetaniya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi bakuvakala kuYohanan unyana kaKareya kunye nabaphathi-mabutho bonke ububi obenziwe nguIshmayeli unyana kaNetaniya,