Jeremiah 41:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
basuka bawatabata onke amadoda, baya ukulwa no‐Shimayeli unyana ka‐Netaniya, bamfumana ngasemanzini amakulu ase‐Gibeyone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bawathabatha onke amadoda, baya kulwa noIshmayeli unyana kaNetaniya, bamfumana ngasemanzini amakhulu aseGibheyon.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bawathabatha onke amadoda, baya kulwa noIshmayeli unyana kaNetaniya, bamfumana emanzini amaninzi aseGibheyon.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
banduluka nawo onke amadoda amabutho abo, baya kuhlasela uIshmayeli. Bamfumana emise ngakwelaa chibi likhulu laseGibheyon.