Jeremiah 41:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, xeshekweni bonke abantu abebenaye u‐Shimayeli babona u‐Johanane unyana ka‐Kareha, nazo zonke inkosi zezimpi ezibe zinaye, bandula bavuya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, bonke abantu abanoIshmayeli, bakumbona uYohanan unyana kaKareha, nabathetheli bezimpi ezinaye, bavuya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, akumbona uYohanan unyana kaKariya, nabathetheli bonke bemikhosi ababenaye, onke amadoda abenoIshmayeli, avuya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bavuya abantu ababehamba noIshmayeli bakubona uYohanan esiza nabaphathi-mabutho,