Jeremiah 41:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bajika bonke abantu abebatimbile u‐Shimayeli e‐Mitsipa, babuya, baya ku‐Johanane unyana ka‐Kareha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bajika bonke abantu abebathimbe eMizpa uIshmayeli, babuya baya kuYohanan unyana kaKareha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ajika ke onke amadoda awayemthimbile uIshmayeli eMizpa, abuya eza kuYohanan unyana kaKareha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
bajika bonke abo babethinjwe nguIshmayeli eMizpa, bangenela kuYohanan unyana kaKareya.