Jeremiah 41:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
basuka bahamba, bahlala e‐Gerute‐kimuhame, ekufupi ne‐Beteleheme, ukuya kungena e‐Jipete,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya bahlala endlwini yabaphambukeli kaKimham engaseBhetelehem, ukuba baye kungena eYiputa, ngenxa yamaKaledi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko bemka baya kuhlala kumzi waseKihamam kufuphi neBhetelehem ukuze bangene eYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Banduluka bemisa eGerute-kimham ngaseBhetelehem kwindlela yabo esinga eJiputa,