Jeremiah 41:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngenxa yama‐Kaledine; ngokuba bebesoyika wona, ngokokuba u‐Shimayeli unyana ka‐Netaniya ebembulele u‐Gedaliya unyana ka‐Ahikame, lowo ukumkani we‐Babilone ubemenzile umongama pezu kwelizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba babewoyika, ngokuba uIshmayeli unyana kaNetaniya ebembulele uGedaliya unyana ka-Ahikam, owayenziwe umveleli welizwe ngukumkani waseBhabheli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yamaKhaledi, ngenxa yokuba ayewoyika, ekubeni uIshmayeli unyana kaNetaniya wamxabelayo uGedaliya unyana ka-Akimkam, lowo wayemiswe ngukumkani waseBhabhiloni ukuba abe yirhuluneli yelizwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
bephepha amaKaledi. Babesoyika kuba uIshmayeli unyana kaNetaniya wagwinta uGedaliya unyana ka-Ahikam owemiswa ngukumkani waseBhabheli ukuba abe ngumphathiswa welo lizwe.