Jeremiah 41:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wesuka u‐Shimayeli unyana ka‐Netaniya, namadoda alishumi abenaye, bambeta u‐Gedaliya, unyana ka‐Ahikame, unyana ka‐Shafane, ngesiṙele, bambulala, lowo ukumkani we‐Babilone ubemenzile umongama pezu kwelizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka uIshmayeli unyana kaNetaniya, namadoda alishumi abenaye, wamxabela uGedaliya unyana ka-Ahikam, unyana kaShafan, ngekrele; wambulala ke obenziwe umveleli ngukumkani waseBhabheli ezweni eli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wesuka ke uIshmayeli unyana kaNetaniya, namadoda alishumi abenaye, bambulala uGedaliya, unyana ka-Ahikam, unyana kaShafan, ngentshuntshe; bambulala, lowo ubemwisele ukumkani waseBhabheli yiba yirhuluneli ilizwe uye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
suka uIshmayeli unyana kaNetaniya kunye nelo shumi lamadoda ayehamba naye baphakama bamxabela ngekrele uGedaliya, unyana ka-Ahikam ongumzukulwana kaShafan. Ngeso senzo bamgwinta owayengumphathiswa welo lizwe omiselwe ngukumkani waseBhabheli.