Jeremiah 41:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nawo onke ama‐Juda abenaye u‐Gedaliya e‐Mitsipa, nama‐Kaledine abefunyanwa kona, amadoda okulwa, wawabulala u‐Shimayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
namaYuda onke abenaye, abenoGedaliya eMizpa, namaKaledi awafunyanwayo khona, angamadoda okulwa, wawabulala uIshmayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uIshmayeli wawabulala onke amaYuda abenaye, noGedaliya, noMitspa, namaKaledi afumanekayo khona, namadoda okulwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bawabulala namanye amaJuda onke awayeseMizpa kunye noGedaliya, kwakunye namajoni angamaKaledi awayelapho.