Jeremiah 41:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, ngomhla wesibini emva kwokubulawa kuka‐Gedaliya, xa kungaziwa mntu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ke ngomhla wesibini emva kokubulawa kukaGedaliya, kungazi mntu,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngosuku lwesibini emva kokumbulala kwakhe uGedaliya, kwakungekho mntu waziyo,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngomhla wesibini olandela ukugwintwa kukaGedaliya, ingekaziwa loo nto,