Jeremiah 42:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwasondela zonke inkosi zezimpi, no‐Johanane unyana ka‐Kareha, no‐Yezaniya unyana ka‐Hoshaya, nabo bonke abantu kwa kuye omncinane kwada kwakuye omkulu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Basondela bonke abathetheli bezimpi: ooYohanan unyana kaKareha, noYezaniya unyana kaHoshaya, nabantu bonke, bethabathela komncinane base komkhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Beza ke bonke abathetheli bamaqela, ooYohanan unyana kaKareha, noIshaniya unyana kaHoshaya, nabantu bonke, kwathabathela komncinane kwesa komkhulu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko bonke abaphathi-mabutho kunye noYohanan unyana kaKareya bekunye noYazaniya unyana kaHoshaya nabantu bonke, abancinane nabakhulu, baya