Jeremiah 42:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndinixelele kambe namhla; kodwa anipulapulanga kulo ilizwi likayehova, utixo wenu, nakuko konke anditumele kona kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndinixelele ke namhla. Ke aniliphulaphulanga ilizwi likaYehova uThixo wenu ngako konke awandithumelayo ngako kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye ngoku, ndikuxelele ngayo namhlanje; kodwa aniliphulaphulanga ilizwi likaYehova uThixo wenu, nako konke awandithumayo ngako kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndinixelele konke ke namhla, kodwa nina animthobeli uNdikhoyo uThixo wenu kwizinto athe maze ndinixelele zona.