Jeremiah 42:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabiza u‐Johanane unyana ka‐Kareha, nazo zonke inkosi zezimpi ezibe zinaye, nabo bonke abantu kwa kuye omncinane kwada kwakuye omkulu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabiza uYohanan unyana kaKareha, nabathetheli bonke bezimpi ababenaye, nabantu bonke, bathabathela komncinane, besa komkhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabiza uYohanan unyana kaKareha, nabathetheli bonke bamatyala ababenaye, nabantu bonke, kwathabathela komncinane kwesa komkhulu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabiza uYohanan unyana kaKareya kunye nabo bonke abaphathi-mabutho ababenaye, nabantu bonke, abancinci nabakhulu,