Jeremiah 42:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati kubo: Utsho uyehova, utixo wo‐Sirayeli, enandituma kuye ukuya kubeka isitaṙuziso senu ebusweni bake, ukuti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubo, Utsho uYehova, uThixo kaSirayeli, enindithumele kuye, ukuba ndiwise ukutarhuzisa kwenu phambi kwakhe, ukuthi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Utsho uYehova, uThixo kaSirayeli, enindithumele kuye, ukuba ndiyise isicelo senu kuye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wathi kubo: “UNdikhoyo uThixo kaSirayeli enindithume ukuze ndisigqithisele kuye isicelo senu, utsho ukuthi: