Jeremiah 43:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, akuba u‐Jeremiya egqibile ukuteta kubo bonke abantu onke amazwi kayehova, utixo wabo, lawo uyehova, utixo wabo, ubemtumile nawo kubo, kwa onke lamazwi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, akugqiba uYeremiya ukuwathetha ebantwini bonke amazwi onke kaYehova uThixo wabo, awamthuma wona uYehova uThixo wabo kubo, onke la mazwi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, akugqiba uYeremiya ukuwathetha ebantwini bonke, onke amazwi kaYehova uThixo wabo, abemthumele kubo uYehova uThixo wabo, onke la mazwi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akugqiba uJeremiya ukuwathetha ebantwini bonke amazwi onke *kaNdikhoyo uThixo wabo awamthuma wona uNdikhoyo kubo,