Jeremiah 43:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko u‐Baruke unyana ka‐Neriya ekuvusile ngakuti, ukuze sinikelwe esandleni sama‐Kaledine, ukuba asifise, umhlaumbi asifudusele e‐Babilone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uBharuki ke, unyana kaNeriya, uya kuxhokonxa ngakuthi, kuba efuna ukuba sinikelwe esandleni samaKaledi, ukuba asibulale, ukuba asifudusele eBhabheli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Noko ke, uBharuki unyana kaNeriya wathi kuwe nxamnye nathi, ‘Sizinikele esandleni samaKhaledi, ukuze asibulale asithabathele ekuthinjweni eBhabhiloni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NguBharuki unyana kaNeriya lo ukuhlohle lo moya mbi, efuna ukuba sinikezelwe esandleni samaKaledi, aze asibulale, okanye asenze abathinjwa kwelaseBhabheli.”