Jeremiah 43:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo u‐Johanane unyana ka‐Kareha, nazo zonke inkosi zezimpi, nabo bonke abantu, bebengapulapuli ilizwi likayehova, lokuba bahlale elizweni lakwa‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYohanan unyana kaKareha, nabo bonke abathetheli bezimpi, nabantu bonke, abaliphulaphula ilizwi likaYehova lokuba bahlale elizweni lakwaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYohanan unyana kaKareya nazo zonke iintloko zomkhosi nabo bonke abantu abazange baliphulaphule ilizwi likaYehova lokuba bahlale kwilizwe lakwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko uYohanan unyana kaKareya, ekunye nabaphathi-mabutho kunye nabantu bonke bala ukumthobela uNdikhoyo ngokuthi bahlale kwelakwaJuda.