Jeremiah 44:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abagqobokanga kwada kwanamhla nje, aboyikanga nokwoyika, abahambanga emtetweni wam kanjako, nasemimisweni yam, endandiyibeka pambi kwenu, napambi kwoyihlo benu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Unanamhla abatyumkanga, aboyikanga, abahambanga ngomyalelo wam nangemimiselo yam, endayibeka phambi kwenu naphambi kooyihlo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abakhange bathotywe de kube namhla, yaye abazange boyike yaye abahambanga emthethweni wam nangemiyalelo yam emiselweyo endayibeka phambi kwenu’ phambi kookhokho benu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unanamhla oku anikabonakalisi kuzisola nokundihlonela. Anikawuthobeli umthetho nommiselo endawunika nina kunye nooyihlo-mkhulu.’