Jeremiah 44:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko, utsho uyehova wemikosi, utixo wo‐Sirayeli, ukuti: Bona ke, ndiya kubeka ubuso bam ngakuni kube kokubi, nokuba ndibanqamle o‐Juda bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko utsho uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Yabonani, ubuso bam ndiya kububhekisa kuni, ukuba kube kubi, anqunyulwe onke amaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke utsho uNdikhoyo onamandla onke, uThixo kaSirayeli. Uyabona, ndikhangele kuwe ukuba wenze ububi, uwatshabalalise onke amaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Utsho ke ngoko uNdikhoyo, uThixo onamandla onke kaSirayeli, ukuthi: ‘Niyabona, ndizimisele ukunihlisela ishwangusha, ndiwatshabalalise onke amaJuda.