Jeremiah 44:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndiya kubabeta abo bahleli elizweni le‐Jipete, njengokuba ndiyibetile i‐Yerusaleme, ngesiṙele, na ngendlala, nangesifo esibubisayo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kubavelela abahleli ezweni leYiputa, njengoko ndayivelelayo iYerusalem ngekrele, nangendlala, nangendyikitya yokufa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndiza kubohlwaya abemi belizwe laseYiputa njengoko ndayivelelayo iYerusalem ngekrele nangendlala nangendyikitya yokufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaJuda aseJiputa ndiza kuwohlwaya ngesohlwayo esifana nesabaseJerusalem: indlala, ikrele, nobhubhani.