Jeremiah 44:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wateta u‐Jeremiya kubo bonke abantu, kuwo amadoda, nakubo abafazi, nakubo bonke abantu abebempendule ngelizwi elo, esiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathetha uYeremiya kubantu bonke, kumadoda nakubafazi, kubantu bonke abamphendulayo ngelo lizwi, wathi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYeremiya ebantwini bonke, kumadoda nakubafazi, nakubantu bonke abamphendulayo, wathi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wenjenje uJeremiya akuphendulwa ngolu hlobo ngamadoda nabafazi nangabantu bonke: