Jeremiah 44:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Walekela u‐Jeremiya wati kubo bonke abantu, nakubo bonke abafazi: Yivani ilizwi likayehova, nonke nina bo‐Juda abaselizweni le‐Jipete!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYeremiya kubantu bonke, nakubafazi bonke, Liveni ilizwi likaYehova, nonke maYuda asezweni leYiputa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaphezu koko, uYeremiya wathi kubo bonke abantu nakubo bonke abafazi: “Liveni ilizwi likaYehova, nonke nina maYuda akwilizwe laseYiputa!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uqokele wathi uJeremiya kubo bonke abantu nâbo bafazi: “Nina maJuda ahlala eJiputa, nali ilizwi likaNdikhoyo.