Jeremiah 44:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nguwo lo oya kuba ngumqondiso kuni, utsho uyehova, wokuba ndiya kunibeta kulendawo, ukuze nikwazi okokuba amazwi am aya kunimela ngokwenyaniso kube kokubi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nangu ke umqondiso kuni, utsho uYehova, wokuba ndiya kunivelela kule ndawo, ukuze nazi ukuba amazwi am aya kuma, animele ububi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nangu ke umqondiso kuni, utsho uYehova, wokuba ndiya kunivelela kule ndawo, ukuze nazi ukuba amazwi am aya kuma, animele ububi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Nguwo lo umlomo kaNdikhoyo: ‘Umqondiso endininika wona nguwo lo: Ndiza kunohlwaya apha kule ndawo, ukuze niqonde ukuba aza kwenzeka amazwi endiwathethileyo kuni ndisithi ndonizisela ububi.’