Jeremiah 44:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngenxa yenkohlakalo yabo abayenzileyo ukundiqumbisa, ngokuya ukuqu̔misa, n okukonza otixo bambi, abo abangabazanga, bona, nani, noyihlo benu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngenxa yobubi ababenzayo, ukuze bandiqumbise ngokuya kuqhumisela nokukhonza thixo bambi, ababengabazi bona, nani, nooyihlo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yobubi ababenzayo ngokundicekisa ngokutshisa isiqhumiso nangokukhonza thixo bambi ababengabazi, bona okanye nina okanye ooyihlo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yonke loo nto yehla ngenxa yenkohlakalo abayenzileyo. Bandixhokonxa ndade ndanomsindo ngokunqula thixo bambi abangabaziyo, bebenzela iziqhumiso. Nini ke kunye nooyihlo abo benjenjalo.